IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+

  • Isaya 48:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+

  • Yeremiya 22:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndathetha kuwe ebudeni bokungabi naxhala kwakho.+ Wathi, ‘Andiyi kuthobela.’+ Ibiyindlela yakho le ukususela ebutsheni bakho, kuba akuzange ulithobele ilizwi lam.+

  • Daniyeli 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Asilithobelanga ilizwi lakho Yehova Thixo wethu ngokuhamba emithethweni yakho owayibeka phambi kwethu ngesandla sabakhonzi bakho abaprofeti.+

  • 1 Korinte 10:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share