2 Kumkani 23:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma. Yeremiya 35:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi:
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi: