IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 29:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Ndiza kubasukela ngekrele, ngendlala nangendyikitya yokufa, ndibanikele ukuba bangcangcazeliswe zizo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe sisiqalekiso nento yokukhwankqiswa nento eyenza abantu babethe umlozi nongcikivo phakathi kweentlanga zonke ngokuqinisekileyo endiya kubasasazela kuzo,+

  • Hezekile 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Qhwabani izandla+ nize ningqishe ngonyawo, nithi: “Awu!” ngenxa yezinto zonke ezimbi nezicekisekayo zendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba baya kuwa ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa.+

  • Hezekile 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi yindyikitya yokufa nendlala.+ Nabani na osendle, uya kufa ngekrele, yaye nabaphi na abasesixekweni, baya kuqwengwa yindlala nendyikitya yokufa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share