Yeremiya 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+ Yeremiya 45:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wena ke, uyaqhubeka uzifunela izinto ezinkulu.+ Musa ukuqhubeka uzifuna.”’+ “‘Kuba yabona, ndiyizisela intlekele inyama yonke,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kukunika umphefumlo wakho ube lixhoba kuzo zonke iindawo osenokuya kuzo.’”+
9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+
5 Kodwa wena ke, uyaqhubeka uzifunela izinto ezinkulu.+ Musa ukuqhubeka uzifuna.”’+ “‘Kuba yabona, ndiyizisela intlekele inyama yonke,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kukunika umphefumlo wakho ube lixhoba kuzo zonke iindawo osenokuya kuzo.’”+