IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+

  • Yeremiya 39:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Kuba nakanjani na ndiya kukusindisa, yaye akuyi kuwa ngekrele; ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakho umphefumlo wakho,+ ngenxa yokuba ukholose ngam,’+ utsho uYehova.”

  • Yeremiya 43:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kwanamadoda omeleleyo nabafazi nabantwana abancinane neentombi zokumkani+ nayo yonke imiphefumlo uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi awayeyishiye noGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ noYeremiya umprofeti noBharuki+ unyana kaNeriya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share