IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+

  • Duteronomi 4:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 “Ke kaloku, nceda, ubuzise ukuba ngemihla yamandulo+ eyayikho ngaphambi kwakho, kuthabathela kumhla uThixo awadala ngawo umntu emhlabeni,+ ukususela esiphelweni samazulu kuse esiphelweni samazulu, Yakha yakho na into enjengale ukuba nkulu okanye yakha yaviwa na into enjengayo?+

  • Isaya 57:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba andiyi kusukuzana ukusa kwixesha elingenammiselo, ndingayi kucaphuka ngokungapheliyo;+ kuba ngenxa yam umoya ungaba buthathaka,+ kwanezidalwa eziphefumlayo ezo ndizenzileyo.+

  • Yeremiya 27:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ‘Mna ndenze umhlaba,+ uluntu+ nezilo+ eziphezu komhlaba ngamandla am amakhulu+ nangengalo yam eyoluliweyo;+ kwaye ndiwunike lowo kungqineke kulungile emehlweni am ukumnika.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share