Yeremiya 43:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+ Hezekile 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Qhwabani izandla+ nize ningqishe ngonyawo, nithi: “Awu!” ngenxa yezinto zonke ezimbi nezicekisekayo zendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba baya kuwa ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa.+
11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+
11 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Qhwabani izandla+ nize ningqishe ngonyawo, nithi: “Awu!” ngenxa yezinto zonke ezimbi nezicekisekayo zendlu kaSirayeli,+ ngenxa yokuba baya kuwa ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa.+