Isaya 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Yeha ke oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova, “abo batyekele ekuphumezeni icebo, kodwa ingelilo elivela kum;+ nokuthulula umnikelo othululwayo, kodwa kungekhona ngomoya wam, ukuze bongeze isono kwisono;+ Isaya 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+
30 “Yeha ke oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova, “abo batyekele ekuphumezeni icebo, kodwa ingelilo elivela kum;+ nokuthulula umnikelo othululwayo, kodwa kungekhona ngomoya wam, ukuze bongeze isono kwisono;+
2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+