Yeremiya 36:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+ Yeremiya 45:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi:
26 Ngokubhekele phaya, ukumkani wayalela uYerameli unyana kakumkani noSeraya unyana ka-Azriyeli noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba baye kuthabatha uBharuki unobhala noYeremiya umprofeti.+ Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+
45 Lilo eli ilizwi awalithethayo uYeremiya umprofeti kuBharuki+ unyana kaNeriya xa wawabhalayo encwadini la mazwi ephuma emlonyeni kaYeremiya+ ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, esithi: