IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ke, nako kusiza amadoda ngenqwelo yokulwa, inesipani samahashe emfazwe!”+

      Wathetha wathi: “Iwile! IBhabhiloni iwile,+ nayo yonke imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bayo uyaphulele emhlabeni!”+

  • Isaya 47:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa ezi zinto zimbini ziya kuza kuwe ngequbuliso, ngamini-nye:+ ukulahlekelwa ngabantwana nobuhlolokazi. Ngomlinganiselo wazo opheleleyo zimele zikufikele,+ ngenxa yokukhafula kwakho okukhulu, ngenxa yamandla apheleleyo oomabophe bakho—ngokugqithiseleyo.+

  • 1 Tesalonika 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba nazi kakuhle ukuba imini kaYehova+ iza kanye njengesela ebusuku.+

  • ISityhilelo 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwalandela enye, eyesibini ingelosi, isithi: “Iwile! IBhabhiloni+ Enkulu iwile,+ leyo yaseza zonke iintlanga iwayini+ yomsindo wohenyuzo lwayo!”+

  • ISityhilelo 18:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share