Yeremiya 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+ Hezekile 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Khangela! Ndibenze ubuso bakho balukhuni kanye njengobuso babo+ nebunzi lakho lalukhuni kanye njengamabunzi abo.+ Mika 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+
11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+
8 Khangela! Ndibenze ubuso bakho balukhuni kanye njengobuso babo+ nebunzi lakho lalukhuni kanye njengamabunzi abo.+
8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+