IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Khangela! Imini kaYehova iyeza, ikhohlakele inobushushu nokuvutha komsindo, ukuze yenze ilizwe libe yinto yokukhwankqiswa,+ nokuze kubhujiswe aboni belizwe eli.+

  • Isaya 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Xa amasetyana aso omile, abafazi abangenayo baya kuwaphula, bawabase.+ Kuba asisosizwana sinokuqonda okunzulu.+ Ngako oko uMenzi waso akayi kusenzela nceba, noMyili waso akayi kusibabala.+

  • Hezekile 7:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+

  • Hezekile 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Mna, Yehova, ndithethile.+ Kumele kuze,+ yaye ndiza kukwenza. Andiyi kungakhathali,+ ndingayi kuba nosizi+ ndaye ndingayi kuzisola.+ Ngokuqinisekileyo baya kukugweba ngokweendlela zakho nangokwezenzo zakho,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”

  • Roma 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share