IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.

  • Hezekile 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+

  • Hezekile 32:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kwaneka phezu kwakho umnatha wam+ ngebandla lezizwana ezininzi, yaye ngokuqinisekileyo ziya kukuzisa emnatheni wam orhuqwayo.+

  • Hoseya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share