IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.

  • Yeremiya 13:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Yithi kukumkani nakwinenekazi,+ ‘Hlalani ngokuzithoba,+ kuba ngokuqinisekileyo isithsaba senu sobuhle siya kuhla ezintlokweni zenu.’+

  • Yeremiya 44:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndiyamnikela uFaro Hofera, ukumkani waseYiputa,+ esandleni seentshaba zakhe nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wakhe,+ kanye njengoko ndimnikele uZedekiya ukumkani wakwaYuda esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, utshaba lwakhe nalowo ufuna umphefumlo wakhe.”’”+

  • Yeremiya 52:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wawatyhaphaza amehlo+ kaZedekiya, emva koko ukumkani waseBhabhiloni wambopha ngamakhamandela obhedu, wamzisa eBhabhiloni+ waza wamfaka endlwini yokuvalelwa de yangumhla wokufa kwakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share