IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 106:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Baxubana neentlanga+

      Yaye bafunda imisebenzi yazo.+

  • Yeremiya 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ngoku uyixhalabele ngantoni na indlela yaseYiputa+ ukuze usele amanzi aseShihore?+ Kwaye uyixhalabele ngantoni na indlela yaseAsiriya+ ukuze usele amanzi oMlambo?

  • Yeremiya 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 uze utsho ke kuso ukuthi, ‘“Kungenxa yokuba ooyihlo bandishiya,”+ utsho uYehova, “balandela abanye oothixo, babakhonza baza baqubuda kubo.+ Kodwa mna bandishiya, nomthetho wam abazange bawugcine.+

  • Yeremiya 22:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+

  • Hezekile 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye abasindileyo benu ngokuqinisekileyo baya kundikhumbula bephakathi kweentlanga abaya kube bethinjelwe kuzo,+ ngenxa yokuba ndaphukile entliziyweni yabo ehenyuzayo ephambukileyo kum+ nasemehlweni abo ahenyuzayo elandela izithixo zabo ezinezothe;+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuziva bezothekile ebusweni babo ngenxa yezinto ezimbi abazenzileyo kuzo zonke izinto zabo ezicekisekayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share