Isaya 34:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ababuleweyo bazo baya kuphoswa phandle; ke zona izidumbu zazo, ukunuka kwazo kakubi kuya kunyuka;+ neentaba ziya kunyibilika ngenxa yegazi labo.+ Hezekile 29:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiza kukushiya ke entlango, wena neentlanzi zemijelo yomNayile+ wakho. Uya kuwela phezu komhlaba.+ Akuyi kuhlanganiswa ungayi kuqokeleleka ndawonye. Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu.+
3 Yaye ababuleweyo bazo baya kuphoswa phandle; ke zona izidumbu zazo, ukunuka kwazo kakubi kuya kunyuka;+ neentaba ziya kunyibilika ngenxa yegazi labo.+
5 Ndiza kukushiya ke entlango, wena neentlanzi zemijelo yomNayile+ wakho. Uya kuwela phezu komhlaba.+ Akuyi kuhlanganiswa ungayi kuqokeleleka ndawonye. Ndiza kukunikela ube kukutya kwamarhamncwa omhlaba nokwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu.+