Levitikus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+ 1 Kumkani 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+ Hezekile 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+ IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+ IZenzo 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngenxa yoko ndinibizela ukungqina kanye ngalo mhla ukuba ndimsulwa egazini+ labantu bonke,
9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+
37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+
19 Kodwa ke, ukuba uthe wamlumkisa ongendawo+ aze yena okunene angabuyi kubungendawo bakhe nasendleleni yakhe engendawo, uya kufa ngesiphoso sakhe;+ kodwa wena, uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.+
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+