IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ngenxa yokuba uManase+ ukumkani wakwaYuda enze ezi zinto zicekisekayo,+ wenze ngokungendawo ngakumbi kunako konke oko kwenziwa ngama-Amori+ awayengaphambi kwakhe, wamonisa+ kwanoYuda ngezithixo zakhe ezinezothe.

  • Yeremiya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+

  • Hezekile 16:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share