IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 89:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Khumbula, Yehova, ungcikivo olukubakhonzi bakho,+

      Ukuthwala kwam esifubeni sam ungcikivo lwezizwana ezininzi,+

  • Hezekile 36:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko bafika kwiintlanga abafika kuzo, baza abantu balihlambela igama lam elingcwele+ ngokuthi ngokubhekisele kubo, ‘Aba ngabantu bakaYehova, yaye baphume elizweni lakhe.’+

  • Hezekile 36:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndiya kuba nemfesane ngegama lam elingcwele, elo indlu kaSirayeli ilihlambeleyo phakathi kweentlanga efike kuzo.”+

  • Zefaniya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share