IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+

  • Hezekile 20:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu.

  • Hezekile 36:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kwaye ndiza kunithabatha ezintlangeni ndize ndiniqokelele ndawonye emazweni onke ndinizise emhlabeni wenu.+

  • Amosi 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share