Eksodus 29:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ndiya kuwumisa umnquba wam phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo wabo.+ INdumiso 68:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kutheni na, nina zincopho zeentaba, niqhubeka niyondele ngomonaIntaba uThixo anqwenela ukuhlala kuyo?+KwanoYehova uya kuhlala apho ngonaphakade.+ INdumiso 132:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yiyo le indawo yam yokuphumla ngonaphakade;+Ndiya kuhlala apha, kuba ndiyilangazelele.+ Yoweli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuya kufuneka nina nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu,+ ohleli eZiyon intaba yam engcwele.+ NeYerusalem imele ibe yindawo engcwele;+ ke bona abasemzini, abasayi kudlula kuyo kwakhona.+ 2 Korinte 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
16 Kutheni na, nina zincopho zeentaba, niqhubeka niyondele ngomonaIntaba uThixo anqwenela ukuhlala kuyo?+KwanoYehova uya kuhlala apho ngonaphakade.+
17 Kuya kufuneka nina nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu,+ ohleli eZiyon intaba yam engcwele.+ NeYerusalem imele ibe yindawo engcwele;+ ke bona abasemzini, abasayi kudlula kuyo kwakhona.+
16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+