Isaya 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+ Isaya 65:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiza kuvelisa inzala+ kuYakobi nakuYuda indlalifa enyuliweyo yeentaba zam;+ yaye abanyuliweyo bam baya kudla ilifa,+ nabakhonzi bam baya kuhlala apho.+
6 Kwimihla ezayo uYakobi uya kumila ingcambu, uSirayeli+ uya kutyatyamba aze okunene ahlume; baya kusuka bazalise ilizwe elinemveliso ngemveliso.+
9 Ndiza kuvelisa inzala+ kuYakobi nakuYuda indlalifa enyuliweyo yeentaba zam;+ yaye abanyuliweyo bam baya kudla ilifa,+ nabakhonzi bam baya kuhlala apho.+