IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 14:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “‘Yaye ngokuqinisekileyo baya kunithuthuzela xa nibona indlela yabo nezenzo zabo; ibe niya kwazi ukuba andikwenzanga ngaphandle kwesizathu konke oko ndiya kukwenza nxamnye nayo,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”+

  • Hezekile 33:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Baya kwazi ke ukuba ndinguYehova ndakulenza ilizwe libe yinkangala ephanzileyo,+ sona kanye isiphanziso, ngenxa yezinto zonke ezicekisekayo abazenzileyo.”’+

  • Daniyeli 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.

  • Zekariya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ngokubhekisele kumazwi am nemimiselo yam endayiyalela abakhonzi bam, abaprofeti,+ ayizange ibafumane na ooyihlo?’+ Ngoko babuya baza bathi: ‘Kanye njengoko uYehova wemikhosi wayecinge ukwenza kuthi,+ wenze kuthi ngokweendlela zethu nangokwezenzo zethu.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share