IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+

  • Yeremiya 2:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Bathi emthini, ‘Ungubawo,’+ naselityeni bathi, ‘Wena wandizala.’ Kodwa mna bandinikele umva weentamo kungekhona ubuso.+ Yaye ngexesha lentlekele yabo baya kuthi, ‘Suka uze usisindise!’+

  • Yeremiya 32:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye bandinikela umva kungekhona ubuso;+ nakuba babefundiswa, kuvukwa ekuseni baze bafundiswe, kodwa akukho namnye kubo owaphulaphulayo ukuze amkele ingqeqesho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share