IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam!

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • INdumiso 78:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Bafanele bangabi njengookhokho babo,+

      Isizukulwana esineenkani nesinemvukelo,+

      Isizukulwana esingayilungisanga intliziyo yaso+

      Nesinomoya ongakholosekanga kuThixo.+

  • Hezekile 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Njengedayimani, ndilenze laba lukhuni ngaphezu kwelitye leqhwitha+ ibunzi lakho. Uze ungaboyiki,+ yaye uze ungankwantyiswa bubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.”+

  • Hezekile 24:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uqambe intetho engumzekeliso ngokuphathelele indlu enemvukelo,+ uthi ngabo,

      “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Beka imbiza yokupheka emlomo ubanzi; yibeke, uze ugalele amanzi kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share