IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wandula ke wathetha naye wathi: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uye wathumela abathunywa+ ukuba baye kubuza kuBhahali-zebhubhi uthixo wase-Ekron,+ kungenxa yokuba kungekho Thixo kwaphela kwaSirayeli ekunokubuzwa egameni lakhe? Ngoko ke ngokubhekisele kwisingqengqelo oye wenyuka waya kuso, akuyi kuhla kuso, ngenxa yokuba uya kufa ngokuqinisekileyo.’”

  • Isaya 66:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Nam ndiya kunyula iindlela zokubaphatha kabuhlungu;+ yaye ndiya kubazisela izinto ezibothusayo;+ ngenxa yokuba ndibizile, kodwa akwabikho bani uphendulayo; ndathetha, kodwa akukho bani waphulaphulayo;+ yaye baqhubeka besenza okubi emehlweni am, kwaye banyula into engandiyolisanga.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share