2 Kumkani 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abazange baphulaphule,+ kodwa uManase waqhubeka ebalukuhla ukuba benze okubi+ ngaphezu kweentlanga+ ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli. Isaya 65:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 abo bantu bandicaphukisayo+ rhoqo ebusweni bam kanye, bebingelela emiyezweni+ yaye beqhumisa+ imibingelelo phezu kwezitena, Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+ Hebhere 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke masenze unako-nako wokungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungathobeli.+
9 Yaye abazange baphulaphule,+ kodwa uManase waqhubeka ebalukuhla ukuba benze okubi+ ngaphezu kweentlanga+ ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.
3 abo bantu bandicaphukisayo+ rhoqo ebusweni bam kanye, bebingelela emiyezweni+ yaye beqhumisa+ imibingelelo phezu kwezitena,
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+
11 Ngoko ke masenze unako-nako wokungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungathobeli.+