1 Kumkani 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yena wathi, ‘Ndiya kuya, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+ Yeremiya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.” 2 Tesalonika 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke uThixo ubayekele ekulahlekisweni nasekukholelweni ubuxoki,+
22 Yena wathi, ‘Ndiya kuya, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+
10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.”