Levitikus 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+ Duteronomi 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+ Rute 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+
25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+
5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+
20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+