Yeremiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+ Hezekile 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “‘Uye wahlabela mgama uzenza unongogo woonyana baseAsiriya ngenxa yokuba wawunganeliseki,+ wazenza unongogo wabo, akwaneliseka noko.
20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+
28 “‘Uye wahlabela mgama uzenza unongogo woonyana baseAsiriya ngenxa yokuba wawunganeliseki,+ wazenza unongogo wabo, akwaneliseka noko.