Duteronomi 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+ ABagwebi 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye babashenxisa oothixo basemzini phakathi kwabo+ baza bakhonza uYehova,+ kangangokuba umphefumlo wakhe+ awuzange ukwazi ukunyamezela ngenxa yenkathazo kaSirayeli.+ 2 Kumkani 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Noko ke, uYehova wambabala,+ waba nenceba+ kuye waza wajika wabuyela kuye ngenxa yomnqophiso wakhe+ noAbraham,+ uIsake+ noYakobi;+ akazange afune ukumonakalisa,+ yaye akazange afune ukumlahla phambi kobuso bakhe de kube ngoku. INdumiso 106:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Wayewukhumbula umnqophiso wakhe kubo,+Wayezisola ngobubele bakhe bothando obuninzi obuzukileyo.+
7 “Akubanga ngenxa yobuninzi benu kunezizwana zonke le nto abonise umsa kuni uYehova waza waninyula,+ kuba nanimbalwa kunezizwana zonke.+
16 Kwaye babashenxisa oothixo basemzini phakathi kwabo+ baza bakhonza uYehova,+ kangangokuba umphefumlo wakhe+ awuzange ukwazi ukunyamezela ngenxa yenkathazo kaSirayeli.+
23 Noko ke, uYehova wambabala,+ waba nenceba+ kuye waza wajika wabuyela kuye ngenxa yomnqophiso wakhe+ noAbraham,+ uIsake+ noYakobi;+ akazange afune ukumonakalisa,+ yaye akazange afune ukumlahla phambi kobuso bakhe de kube ngoku.