IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko wathi uYehova kuSamuweli:+ “Liphulaphule ilizwi labantu kuko konke abakutshoyo kuwe;+ kuba ingenguwe abamgatyayo, kodwa bagatye mna ukuba ndingabi ngukumkani+ phezu kwabo.

  • Yeremiya 25:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Kodwa anindiphulaphulanga,’ utsho uYehova, ‘ukuze nindicaphukise ngomsebenzi wezandla zenu, kuze kube yintlekele kuni.’+

  • Luka 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Lowo uniphulaphulayo+ uphulaphula nam. Nalowo unigatyayo ugatya nam.+ Ngaphezu koko, lowo undigatyayo ugatya nalowo undithumileyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share