Duteronomi 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+ 2 Kumkani 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+ Nehemiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+ Yeremiya 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ‘Sicaphukisa mna na?’ utsho uYehova.+ ‘Asizicaphukisi sona na, ngenjongo yokuhlazisa ubuso baso?’+ Yeremiya 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Kuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda bangqineke bengabenzi nje bokubi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo kuse phambili;+ kuba oonyana bakaSirayeli bayandicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’+ utsho uYehova. Yeremiya 44:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+
21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+
17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+
26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+
19 ‘Sicaphukisa mna na?’ utsho uYehova.+ ‘Asizicaphukisi sona na, ngenjongo yokuhlazisa ubuso baso?’+
30 “‘Kuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda bangqineke bengabenzi nje bokubi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo kuse phambili;+ kuba oonyana bakaSirayeli bayandicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’+ utsho uYehova.
5 Kodwa abazange baphulaphule,+ bengazange bayithobe nendlebe yabo ukuba babuye kububi babo ngokungaqhumiseli imibingelelo kwabanye oothixo.+