IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 2:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni.

  • Daniyeli 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko wangeniswa uDaniyeli phambi kokumkani. Ukumkani wathetha wathi kuDaniyeli: “UnguDaniyeli na wakubathinjwa bakwaYuda,+ lowo ukumkani ubawo wamzisa ephuma kwaYuda?+

  • Daniyeli 5:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko nangoko uBheleshatsare wayalela ukuba bamambese uDaniyeli ngezimfusa, bafake nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe; baza bamemeza besithi uza kuba ngumlawuli wesithathu ebukumkanini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share