IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 45:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UThixo uyitrone yakho ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade;+

      Intonga yobukhosi yobukumkani bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+

  • Isaya 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+

  • Daniyeli 2:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Luka 1:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”

  • ISityhilelo 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share