IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Lwazigwagwisa lwada lwafunza kuyo iNkosana+ yomkhosi, lwawuphelisa umbingelelo owenzelwa yona rhoqo,+ lwayikhahlela phantsi nendawo emisiweyo yengcwele yayo.+

  • Daniyeli 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndayiva indoda eyambethe ilinen, ebiphezu kwamanzi omsinga, njengoko yayiphakamisela isandla sayo sokunene nesasekhohlo emazulwini yaza yafunga+ Lowo uphila ixesha elingenammiselo, isithi:+ “Kuya kuba lixesha elimisiweyo, namaxesha amisiweyo anesiqingatha.+ Yaye kamsinya nje kwakuba kugqityiwe ukwaphulwa kwamandla abantu abangcwele,+ zonke ezi zinto ziya kuzaliseka.”

  • ISityhilelo 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share