Daniyeli 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+ ISityhilelo 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+ ISityhilelo 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umfazi wasabela entlango,+ apho anendawo ayilungiselelwe nguThixo, ukuba bamondle+ apho iintsuku eziliwaka elinamakhulu amabini anamashumi amathandathu.+ ISityhilelo 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+ ISityhilelo 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye lanikwa umlomo othetha izinto ezinkulu+ nezinyeliso,+ lanikwa negunya lokusebenza iinyanga ezingamashumi amane anesibini.+
25 Uya kuthetha amazwi anxamnye nOyena Uphakamileyo,+ ababandezele abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Yaye uya kuzimisela ukutshintsha amaxesha+ nomthetho,+ bona ke baya kunikelwa kuye okwexesha, namaxesha nesiqingatha sexesha.+
2 Kodwa yona intendelezo engaphandle+ kwengcwele yetempile, yiphosele phandle ngokupheleleyo ungayilinganisi, kuba inikelwe ezintlangeni,+ yaye ziya kusinyathela ngeenyawo isixeko+ esingcwele kangangeenyanga ezingamashumi amane anesibini.+
6 Waza umfazi wasabela entlango,+ apho anendawo ayilungiselelwe nguThixo, ukuba bamondle+ apho iintsuku eziliwaka elinamakhulu amabini anamashumi amathandathu.+
14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+
5 Yaye lanikwa umlomo othetha izinto ezinkulu+ nezinyeliso,+ lanikwa negunya lokusebenza iinyanga ezingamashumi amane anesibini.+