Daniyeli 8:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yena uya komelela kunene, kodwa kungabi ngokwamandla akhe.+ Uya kwenza umonakalo omkhulu,+ kwaye uya kuphumelela kuko konke akwenzayo. Okunene uya kubatshabalalisa abo banamandla, kwanabo bangcwele.+ Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ ISityhilelo 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+
24 Yena uya komelela kunene, kodwa kungabi ngokwamandla akhe.+ Uya kwenza umonakalo omkhulu,+ kwaye uya kuphumelela kuko konke akwenzayo. Okunene uya kubatshabalalisa abo banamandla, kwanabo bangcwele.+
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+