IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye igosa eliyintloko lenkundla labathiya amagama.+ UDaniyeli wabizwa ngokuba nguBheleteshatsare;+ uHananiya ngokuba nguShadraki; uMishayeli ngokuba nguMeshaki; uAzariya ngokuba nguAbhednego.+

  • Daniyeli 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ekugqibeleni ke kwafika kum uDaniyeli, ogama lakhe linguBheleteshatsare+ ngokwegama lothixo wam+ nonomoya woothixo abangcwele;+ ndamchazela iphupha elo, ndathi:

  • Daniyeli 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Wasuka uDaniyeli, ogama linguBheleteshatsare,+ wakhwankqiswa okomzuzwana, neengcamango zakhe zamothusa.+

      “Wathi ukumkani kuye, ‘Owu Bheleteshatsare, musa ukothuswa leli phupha nayintsingiselo yalo.’+

      “Waza ke uBheleteshatsare wathi, ‘Owu nkosi yam, akwaba eli phupha belibhekisela kwabo bakuthiyileyo, nakwiintshaba zakho.+

  • Daniyeli 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 njengoko umoya ongaqhelekanga nolwazi nengqiqo yokuchaza amaphupha+ nokucacisa iintsonkotha nokukhulula amaqhina kwafunyanwayo kuyo,+ kuDaniyeli, lowo ukumkani ngokwakhe wambiza ngokuba nguBheleteshatsare.+ Ke kaloku makabizwe uDaniyeli lowo, ukuze achaze intsingiselo yoku.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share