IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Malaki 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+

  • Luka 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, musani ukuba nemihlali ngenxa yoku, kuba oomoya benithobela, kodwa yibani nemihlali ngenxa yokuba amagama enu+ ebhaliwe emazulwini.”

  • Hebhere 12:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kwindibano jikelele,+ nebandla lamazibulo+ abhaliswe+ emazulwini, noThixo uMgwebi wabo bonke,+ nobomi bokomoya+ babo bangamalungisa abaye benziwa bagqibelela,+

  • ISityhilelo 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaloo ndlela uya kuthi lowo woyisayo+ avathiswe izambatho zangaphezulu ezimhlophe;+ yaye andisayi kuze ndilicime igama lakhe kwincwadi yobomi,+ kodwa ndiya kulivuma igama lakhe phambi koBawo+ naphambi kweengelosi zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share