IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+

  • ISityhilelo 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+

  • ISityhilelo 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.

  • ISityhilelo 16:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 njengoko beliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti,+ nabo ubanike igazi+ ukuba balisele. Kubafanele oko.”+

  • ISityhilelo 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndambona umfazi lowo enxilile ligazi+ labangcwele naligazi lamangqina kaYesu.+

      Ndithe ndakumbona ndamangaliswa ngomangaliseko olukhulu.+

  • ISityhilelo 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ewe, kuso kwafunyanwa igazi+ labaprofeti+ nelabo bangcwele+ nelabo bonke abaye babulawa ngogonyamelo emhlabeni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share