2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ 2 Kumkani 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+