Eksodus 12:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kwathi ngayo loo mini, wabakhupha uYehova oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.+ INdumiso 77:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Abantu bakho ubakhokele njengomhlambi,+Ngesandla sikaMoses noAron.+ Isaya 63:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza lowo waqalisa ukukhumbula imihla yakudala, uMoses umkhonzi wakhe: “Uphi na Lowo wabanyusayo elwandle+ kunye nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wabeka ngaphakathi kwakhe umoya Wakhe oyingcwele?+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
51 Kwathi ngayo loo mini, wabakhupha uYehova oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.+
11 Waza lowo waqalisa ukukhumbula imihla yakudala, uMoses umkhonzi wakhe: “Uphi na Lowo wabanyusayo elwandle+ kunye nabalusi bomhlambi wakhe?+ Uphi na Lowo wabeka ngaphakathi kwakhe umoya Wakhe oyingcwele?+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+