IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+

  • Yeremiya 15:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “‘Wena undilahlile,’+ utsho uYehova. ‘Uhamba ngendlela eya ngasemva.+ Kwaye ndiya kusolula nxamnye nawe isandla sam ndize ndikonakalise.+ Ndidiniwe kukuzisola.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share