IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye oonyana bakaSirayeli benza isenzo sokungathembeki ngokuphathelele into enikelwe kwintshabalalo ngokuthi uAkan+ unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda, athabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo.+ Wavutha umsindo kaYehova koonyana bakaSirayeli.+

  • 2 Kumkani 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yena uNahaman wathi: “Nceda uzithabathele iitalente zibe mbini.” Yaye waqhubeka embongoza,+ ekugqibeleni wabopha iitalente ezimbini zesilivere kwiingxowa ezimbini, nezambatho ezibini zokutshintsha, wazinika ababini kubalindi bakhe, ukuze bazithwale phambi kwakhe.

  • IMizekeliso 10:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ubuncwane bongendawo abuyi kuba yingenelo,+ kodwa ubulungisa buya kusindisa ekufeni.+

  • Amosi 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Abakwazanga ukwenza oko kuthe tye,”+ utsho uYehova, “abo baziqwebela ugonyamelo+ nokuphanga kwiinqaba zabo zokuhlala.”’

  • Yakobi 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Igolide nesilivere yenu idliwe vuthu ngumhlwa, yaye umhlwa wazo uya kuba bubungqina nxamnye nani, uzidle iinxalenye zenyama yenu. Niqwebe+ okuthile okunjengomlilo+ ngeemini zokugqibela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share