1 Samuweli 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.) Isaya 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba phezu kwenu uYehova uthulule umoya wobuthongo obunzulu;+ yaye uyawavala amehlo enu, abaprofeti,+ azigqubuthele neentloko zenu,+ iimboni.+
9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.)
10 Kuba phezu kwenu uYehova uthulule umoya wobuthongo obunzulu;+ yaye uyawavala amehlo enu, abaprofeti,+ azigqubuthele neentloko zenu,+ iimboni.+