Isaya 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukususela entendeni yonyawo kude kuse entloko akukho ndawo iphilileyo kuwo.+ Amanxeba nokugruzuka nemivilambo emitsha—ayicudiswanga okanye ibotshwe, ingenziwanga nokuba ithambe ngeoli.+ Hezekile 36:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+ Yohane 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+ IZenzo 2:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UPetros wathi kubo: “Guqukani,+ yaye ngamnye wenu makabhaptizwe+ egameni+ likaYesu Kristu ukuze kuxolelwe+ izono zenu, kwaye niya kwamkela isipho sesisa+ somoya oyingcwele. IZenzo 2:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke abo balamkela ngokusuk’ entliziyweni ilizwi lakhe babhaptizwa,+ yaye ngaloo mini kongezelelwa imiphefumlo emalunga namawaka amathathu.+
6 Ukususela entendeni yonyawo kude kuse entloko akukho ndawo iphilileyo kuwo.+ Amanxeba nokugruzuka nemivilambo emitsha—ayicudiswanga okanye ibotshwe, ingenziwanga nokuba ithambe ngeoli.+
25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, waza wathi: “Yabonani, iMvana+ kaThixo esusa isono+ sehlabathi!+
38 UPetros wathi kubo: “Guqukani,+ yaye ngamnye wenu makabhaptizwe+ egameni+ likaYesu Kristu ukuze kuxolelwe+ izono zenu, kwaye niya kwamkela isipho sesisa+ somoya oyingcwele.
41 Ngoko ke abo balamkela ngokusuk’ entliziyweni ilizwi lakhe babhaptizwa,+ yaye ngaloo mini kongezelelwa imiphefumlo emalunga namawaka amathathu.+