IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze ungalandeli isihlwele esineenjongo ezimbi;+ yaye uze unganikeli ubungqina embambanweni ngenjongo yokugqwetha okusesikweni ukuze ukholise isihlwele.+

  • Daniyeli 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Inkokeli leyo iya kwenza umnqophiso+ nabaninzi, oya kusebenza kangangeveki enye;+ yaye ekupheleni kwesiqingatha saloo veki iya kuyiphelisa imibingelelo neminikelo esisipho.+

      “Kumaphiko ezinto ezinezothe+ kuza kube kuhleli lowo uphanzisayo; yaye kuya kuzaliseka oko kugqitywe kuko ngalowo uphanzileyo, de kufike intshabalalo.”+

  • Mateyu 27:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngoko wabakhululela uBharabhas, kodwa wayalela ukuba uYesu atywatyushwe+ waza wamnikela ukuba abethelelwe.+

  • Mateyu 27:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Akugqiba ukuhlekisa+ ngaye, amkhulula ingubo yokwaleka aza amthi wambu ngezambatho zakhe zangaphezulu, amqhuba ukuba aye kubethelelwa.+

  • Marko 15:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngako oko uPilato, enqwenela ukwanelisa isihlwele,+ wabakhululela uBharabhas, yaye, emva kokuba uYesu etywatyushiwe, wamnikela ukuba abethelelwe.+

  • Luka 23:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko uPilato wagweba ngelithi makwenziwe oko bakufunayo:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share