IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 12:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa wawangawangisa+ ngesandla sakhe ukuba bathi cwaka waza wabaxelela ngokweenkcukacha indlela uYehova amkhuphe ngayo entolongweni, yaye wathi: “Zixeleni ezi zinto kuYakobi+ nakubazalwana.” Ngako oko waphuma waza wahambela kwenye indawo.

  • IZenzo 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Emva kokuba beyekile ukuthetha, uYakobi waphendula, esithi: “Madoda, bazalwana, ndiveni.+

  • Galati 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+

  • Galati 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ewe, bathi bakufikelela ekubazini ububele obungasifanelanga+ endabunikwayo,+ uYakobi+ noKefas noYohane, abo babebonakala beziintsika,+ bandinika mna noBharnabhas+ isandla sokunene sokwabelana kunye,+ ukuze siye kwabeentlanga, kodwa bona kwabo balukileyo.

  • Yakobi 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 UYakobi,+ ikhoboka+ likaThixo neleNkosi uYesu Kristu, ubhalela izizwe ezilishumi elinesibini+ ezichithachithekileyo:+

      Ndiyabulisa!

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share