ABagwebi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+ 2 Kronike 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kodwa nahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli+ nabangela uYuda nabemi baseYerusalem babe neentlobano zokuziphatha okubi+ ngendlela efana neka-Ahabhi eyabangela babe neentlobano zokuziphatha okubi,+ kwanabantakwenu abangabendlu kayihlo, ababelunge ngakumbi kunawe, ubabulele;+ Yeremiya 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Uze uthi ke kubo, ‘Olu luhlanga olubantu balo bangamthobelanga uYehova uThixo wabo,+ nabangayithabathanga ingqeqesho.+ Ukuthembeka kutshabalele, yaye kunqumkile emlonyeni wabo.’+ Yeremiya 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+
13 kodwa nahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli+ nabangela uYuda nabemi baseYerusalem babe neentlobano zokuziphatha okubi+ ngendlela efana neka-Ahabhi eyabangela babe neentlobano zokuziphatha okubi,+ kwanabantakwenu abangabendlu kayihlo, ababelunge ngakumbi kunawe, ubabulele;+
28 Uze uthi ke kubo, ‘Olu luhlanga olubantu balo bangamthobelanga uYehova uThixo wabo,+ nabangayithabathanga ingqeqesho.+ Ukuthembeka kutshabalele, yaye kunqumkile emlonyeni wabo.’+
27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+